Kubuhlungu ukuziqesha
Suvuka ngeqabaka sibetha ngamaqhwa nemimoya kodwa asipeli mamdla. Ndihlal' iminyaka ndilulamel' umfundisi ntsapho khon' ukuze ndibenekamva eliqaqambileyo kodwa yonke lominyak' iyafana nelize kum. Inkuliluleko ndiyiva ngabant' abaphil' ubom obubhetele ngenxa yevoti zeth' endinokutsh' urhulumente kuwo onk' amagumbi olawulo wohlulakele.


Comments
Post a Comment